2 Samuweli 15:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kodwa uItayi wamphendula ukumkani waza wathi: “Ephila nje uYehova nenkosi yam ukumkani iphila nje,+ kwindawo esenokuthi ibe kuyo inkosi yam ukumkani, nokuba kusekufeni nokuba kusebomini, uya kuba lapho umkhonzi wakho!”+ IMizekeliso 18:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Wambi amaqabane ayonakalisana,+ kodwa kukho umhlobo onamathela ngokusondele ngakumbi kunomntakwenu.+
21 Kodwa uItayi wamphendula ukumkani waza wathi: “Ephila nje uYehova nenkosi yam ukumkani iphila nje,+ kwindawo esenokuthi ibe kuyo inkosi yam ukumkani, nokuba kusekufeni nokuba kusebomini, uya kuba lapho umkhonzi wakho!”+
24 Wambi amaqabane ayonakalisana,+ kodwa kukho umhlobo onamathela ngokusondele ngakumbi kunomntakwenu.+