Duteronomi 32:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Yeyam impindezelo, nembuyekezo.+ Ngexesha elimisiweyo luya kutyibilika unyawo lwazo,+Ngokuba usondele umhla wentlekele yazo,+Iziganeko ezilungiselelwe zona ziza ngokungxama.’+ Duteronomi 32:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Chulumancani, zintlanga, kunye nabantu bakhe,+Ngokuba uya kuliphindezelela igazi labakhonzi bakhe,+Abuyisele impindezelo kwiintshaba zakhe+Awucamagushele umhlaba wakhe nabantu bakhe.” INdumiso 94:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 94 Owu Thixo wezenzo zempindezelo, Yehova,+Owu Thixo wezenzo zempindezelo, khawuqaqambe!+ Luka 18:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngokuqinisekileyo, ngoko, akayi kuthi na uThixo abangele ukuba okusesikweni+ kwenziwe kwabo banyuliweyo bakhe abadanduluka kuye imini nobusuku, kwanakuba enokuzeka kade umsindo+ ngabo? Roma 12:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Musani ukuziphindezelela,+ zintanda, kodwa yikhweleleni ingqumbo;+ kuba kubhaliwe kwathiwa: “Impindezelo yeyam; kuya kubuyekeza mna, utsho uYehova.”+ Roma 13:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 kuba lingumlungiseleli kaThixo kuwe ukuze kulungelwe wena.+ Kodwa ukuba wenza okubi,+ yoyika: kuba aliliphathanga ngaphandle kwenjongo ikrele; kuba lingumlungiseleli kaThixo, umphindezeli+ wokubonakalisa ingqumbo kulowo uqhelisela okubi. Hebhere 10:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Kuba siyamazi lowo wathi: “Impindezelo yeyam; kuya kubuyekeza mna”;+ nowathi kwakhona: “UYehova uya kubagweba abantu bakhe.”+
35 Yeyam impindezelo, nembuyekezo.+ Ngexesha elimisiweyo luya kutyibilika unyawo lwazo,+Ngokuba usondele umhla wentlekele yazo,+Iziganeko ezilungiselelwe zona ziza ngokungxama.’+
43 Chulumancani, zintlanga, kunye nabantu bakhe,+Ngokuba uya kuliphindezelela igazi labakhonzi bakhe,+Abuyisele impindezelo kwiintshaba zakhe+Awucamagushele umhlaba wakhe nabantu bakhe.”
7 Ngokuqinisekileyo, ngoko, akayi kuthi na uThixo abangele ukuba okusesikweni+ kwenziwe kwabo banyuliweyo bakhe abadanduluka kuye imini nobusuku, kwanakuba enokuzeka kade umsindo+ ngabo?
19 Musani ukuziphindezelela,+ zintanda, kodwa yikhweleleni ingqumbo;+ kuba kubhaliwe kwathiwa: “Impindezelo yeyam; kuya kubuyekeza mna, utsho uYehova.”+
4 kuba lingumlungiseleli kaThixo kuwe ukuze kulungelwe wena.+ Kodwa ukuba wenza okubi,+ yoyika: kuba aliliphathanga ngaphandle kwenjongo ikrele; kuba lingumlungiseleli kaThixo, umphindezeli+ wokubonakalisa ingqumbo kulowo uqhelisela okubi.
30 Kuba siyamazi lowo wathi: “Impindezelo yeyam; kuya kubuyekeza mna”;+ nowathi kwakhona: “UYehova uya kubagweba abantu bakhe.”+