1 Kumkani 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Waza uDavide walala kookhokho bakhe,+ wangcwatyelwa kwisiXeko sikaDavide.+ 1 Kumkani 11:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Wandula ke uSolomon walala kookhokho bakhe,+ waza wangcwatyelwa kwisiXeko sikaDavide uyise;+ waza uRehobhoham+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe. 1 Kumkani 14:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ekugqibeleni uRehobhoham walala kookhokho bakhe waza wangcwatywa nookhokho bakhe kwisiXeko sikaDavide.+ Yaye igama likanina lalinguNahama umAmonikazi.+ Waza uAbhiyam+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe. 2 Kronike 21:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kwathi ekuhambeni kwemihla, ekupheleni kwethuba leminyaka emibini, amathumbu akhe+ aphuma ngoxa wayegula, wafa ngenxa yezifo zakhe ezibi; abantu bakhe abamenzelanga lutshiso+ olufana nolookhokho bakhe.
43 Wandula ke uSolomon walala kookhokho bakhe,+ waza wangcwatyelwa kwisiXeko sikaDavide uyise;+ waza uRehobhoham+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
31 Ekugqibeleni uRehobhoham walala kookhokho bakhe waza wangcwatywa nookhokho bakhe kwisiXeko sikaDavide.+ Yaye igama likanina lalinguNahama umAmonikazi.+ Waza uAbhiyam+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
19 Kwathi ekuhambeni kwemihla, ekupheleni kwethuba leminyaka emibini, amathumbu akhe+ aphuma ngoxa wayegula, wafa ngenxa yezifo zakhe ezibi; abantu bakhe abamenzelanga lutshiso+ olufana nolookhokho bakhe.