1 Kronike 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 uYehoram unyana wakhe,+ uAhaziya+ unyana wakhe, uYehowashe+ unyana wakhe, 2 Kronike 21:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko benyukela kwaYuda baza bavula ngesinyanzelo bathimba zonke iimpahla ezafumaneka endlwini kakumkani+ kwanakoonyana bakhe nabafazi bakhe,+ yaye akazange asalelwe nyana ngaphandle kukaYehowazi,+ unyana wakhe omncinane.
17 Ngoko benyukela kwaYuda baza bavula ngesinyanzelo bathimba zonke iimpahla ezafumaneka endlwini kakumkani+ kwanakoonyana bakhe nabafazi bakhe,+ yaye akazange asalelwe nyana ngaphandle kukaYehowazi,+ unyana wakhe omncinane.