1 Kumkani 16:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ekuhambeni kwexesha abantu ababemise inkampu beva kusithiwa: “UZimri wenze iyelenqe yaye umxabele ukumkani.” Ngoko wonke uSirayeli wamenza ukumkani wakwaSirayeli uOmri,+ intloko yomkhosi, kwangaloo mini enkampini. 1 Kumkani 16:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye kwathi kamsinya nje akubona uZimri ukuba isixeko sithinjiwe, weza kwinqaba yokuhlala yendlu kakumkani waza wayitshisa ngomlilo phezu kwakhe indlu kakumkani, wafa,+
16 Ekuhambeni kwexesha abantu ababemise inkampu beva kusithiwa: “UZimri wenze iyelenqe yaye umxabele ukumkani.” Ngoko wonke uSirayeli wamenza ukumkani wakwaSirayeli uOmri,+ intloko yomkhosi, kwangaloo mini enkampini.
18 Yaye kwathi kamsinya nje akubona uZimri ukuba isixeko sithinjiwe, weza kwinqaba yokuhlala yendlu kakumkani waza wayitshisa ngomlilo phezu kwakhe indlu kakumkani, wafa,+