2 Kumkani 8:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 UAhaziya wayeneminyaka engamashumi amabini anesibini ubudala ukuqalisa kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem unyaka omnye.+ Yaye igama likanina lalinguAtaliya+ umzukulwana kaOmri+ ukumkani wakwaSirayeli. IMizekeliso 28:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngenxa yokunxaxha kwelizwe zininzi iinkosana ezilandelelanayo,+ kodwa ngomntu oqondayo onolwazi lokulungileyo inkosana iya kuhlala ithuba elide.+ Mika 6:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Imimiselo kaOmri+nawo wonke umsebenzi wendlu ka-Ahabhi uyagcinwa,+ yaye nina nihamba ngamacebo abo;+ ukuze ndinenze into yokukhwankqisa nabemi baso into yokubethelwa umlozi;+ niya kuthwala ihlazo lezizwana.”+
26 UAhaziya wayeneminyaka engamashumi amabini anesibini ubudala ukuqalisa kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem unyaka omnye.+ Yaye igama likanina lalinguAtaliya+ umzukulwana kaOmri+ ukumkani wakwaSirayeli.
2 Ngenxa yokunxaxha kwelizwe zininzi iinkosana ezilandelelanayo,+ kodwa ngomntu oqondayo onolwazi lokulungileyo inkosana iya kuhlala ithuba elide.+
16 Imimiselo kaOmri+nawo wonke umsebenzi wendlu ka-Ahabhi uyagcinwa,+ yaye nina nihamba ngamacebo abo;+ ukuze ndinenze into yokukhwankqisa nabemi baso into yokubethelwa umlozi;+ niya kuthwala ihlazo lezizwana.”+