1 Kumkani 21:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngako oko wabhala iincwadi+ ngegama lika-Ahabhi wazitywina ngetywina lakhe,+ waza ezo ncwadi wazithumela kumadoda amakhulu+ nakwizidwangube ezazikwisixeko sakhe zihlala noNabhoti.
8 Ngako oko wabhala iincwadi+ ngegama lika-Ahabhi wazitywina ngetywina lakhe,+ waza ezo ncwadi wazithumela kumadoda amakhulu+ nakwizidwangube ezazikwisixeko sakhe zihlala noNabhoti.