1 Samuweli 15:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Yaye, ngapha koko, Obalaseleyo kaSirayeli+ akayi kuxoka,+ akayi kuzisola, kuba Yena akangomntu wasemhlabeni ukuba azisole.”+ Isaya 14:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Siso eso isigqibo sikaYehova wemikhosi,+ yaye ngubani na onokusaphula?+ Isandla sakhe soluliwe, ngubani na onokusibuyisa?+ Isaya 44:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Lowo wenza ilizwi lomkhonzi wakhe libe yinyaniso, naLowo uphumeza ngokupheleleyo icebo labathunywa bakhe;+ Lowo uthi ngeYerusalem, ‘Iya kumiwa,’+ nothi ngezixeko zakwaYuda, ‘Ziya kubuya zakhiwe,+ neendawo zakhe eziphanzileyo ndiya kuzivusa’;+ Isaya 55:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 ngoko ilizwi lam eliphuma emlonyeni wam liya kuba njalo.+ Aliyi kubuyela kum ngaphandle kwemiphumo, kodwa ngokuqinisekileyo liya kukwenza+ oko ndiyoliswa kuko,+ likuphumelelise ngokuqinisekileyo oko ndilithumele kona.+
29 Yaye, ngapha koko, Obalaseleyo kaSirayeli+ akayi kuxoka,+ akayi kuzisola, kuba Yena akangomntu wasemhlabeni ukuba azisole.”+
27 Siso eso isigqibo sikaYehova wemikhosi,+ yaye ngubani na onokusaphula?+ Isandla sakhe soluliwe, ngubani na onokusibuyisa?+
26 Lowo wenza ilizwi lomkhonzi wakhe libe yinyaniso, naLowo uphumeza ngokupheleleyo icebo labathunywa bakhe;+ Lowo uthi ngeYerusalem, ‘Iya kumiwa,’+ nothi ngezixeko zakwaYuda, ‘Ziya kubuya zakhiwe,+ neendawo zakhe eziphanzileyo ndiya kuzivusa’;+
11 ngoko ilizwi lam eliphuma emlonyeni wam liya kuba njalo.+ Aliyi kubuyela kum ngaphandle kwemiphumo, kodwa ngokuqinisekileyo liya kukwenza+ oko ndiyoliswa kuko,+ likuphumelelise ngokuqinisekileyo oko ndilithumele kona.+