Levitikus 26:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “‘Nize ningazenzeli oothixo abangenaxabiso,+ yaye ningazimiseli umfanekiso oqingqiweyo+ okanye intsika engcwele, yaye ningabeki litye njengomboniso+ ezweni lenu ukuze niqubude kulo;+ ngokuba ndinguYehova uThixo wenu. 1 Kumkani 14:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Naye waqhubeka ezakhela iindawo eziphakamileyo,+ iintsika ezingcwele+ nezibonda ezingcwele+ phezu kwazo zonke iinduli eziphakamileyo+ naphantsi kwayo yonke imithi enabileyo.+
26 “‘Nize ningazenzeli oothixo abangenaxabiso,+ yaye ningazimiseli umfanekiso oqingqiweyo+ okanye intsika engcwele, yaye ningabeki litye njengomboniso+ ezweni lenu ukuze niqubude kulo;+ ngokuba ndinguYehova uThixo wenu.
23 Naye waqhubeka ezakhela iindawo eziphakamileyo,+ iintsika ezingcwele+ nezibonda ezingcwele+ phezu kwazo zonke iinduli eziphakamileyo+ naphantsi kwayo yonke imithi enabileyo.+