IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 65:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 ngenxa yeziphoso zabo nangenxa yeziphoso zookhokho babo ngaxeshanye,”+ utsho uYehova. “Ngenxa yokuba baqhumise imibingelelo ezintabeni, nasezindulini+ bandingcikivile,+ kanjalo ndiza kuwulinganisela umvuzo wabo okokuqala ezifubeni zabo.”+

  • Yeremiya 2:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 “‘Kuba kwakudala ndayaphula idyokhwe yakho;+ ndaziqhawula izibopho zakho. Kodwa wathi: “Andizi kukhonza,” kuba walala wanaba+ phezu kweenduli zonke eziphakamileyo naphantsi kwemithi yonke enabileyo,+ uzenza unongogo.+

  • Hoseya 4:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Babingelela phezu kweentaba,+ naphezu kweenduli baqhumisa umbingelelo,+ phantsi komthi oxandileyo nomthi westorakisi nomthi omkhulu, ngenxa yokuba ulungile umthunzi wawo.+ Kungenxa yoko le nto iintombi zenu zihenyuza noomolokazana benu bekrexeza.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share