ABagwebi 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoku umoya+ kaYehova waba naye, kwaye waba ngumgwebi kaSirayeli. Xa waphumayo esiya edabini, uYehova wamnikela+ uKushan-rishatayim ukumkani waseSiriya esandleni sakhe saza isandla sakhe samongamela uKushan-rishatayim. ABagwebi 6:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Yaye umoya kaYehova+ wamgubungela uGidiyon waza wavuthela isigodlo,+ kwaye ama-Abhi-ezere+ abizelwa ndawonye emva kwakhe. 1 Kumkani 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kwenza ngokuvumelana namazwi akho.+ Khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kukunika intliziyo elumkileyo nenokuqonda,+ ukuze kungabikho onjengawe phambi kwakho, nasemva kwakho kungaveli onjengawe.+
10 Ngoku umoya+ kaYehova waba naye, kwaye waba ngumgwebi kaSirayeli. Xa waphumayo esiya edabini, uYehova wamnikela+ uKushan-rishatayim ukumkani waseSiriya esandleni sakhe saza isandla sakhe samongamela uKushan-rishatayim.
34 Yaye umoya kaYehova+ wamgubungela uGidiyon waza wavuthela isigodlo,+ kwaye ama-Abhi-ezere+ abizelwa ndawonye emva kwakhe.
12 khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kwenza ngokuvumelana namazwi akho.+ Khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kukunika intliziyo elumkileyo nenokuqonda,+ ukuze kungabikho onjengawe phambi kwakho, nasemva kwakho kungaveli onjengawe.+