IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 27:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ngoko wathi uYehova kuMoses: “Zithabathele uYoshuwa unyana kaNun, indoda okuyo umoya,+ umbeke isandla;+

  • Duteronomi 31:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Emva koko wathi uYehova kuMoses: “Khangela! Isondele imihla yokuba ufe.+ Biza uYoshuwa, nize nime ententeni yokuhlangana, ukuze ndimmisele.”+ Baya ke uMoses noYoshuwa, bema ententeni yokuhlangana.+

  • IZenzo 6:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 bababeka phambi kwabapostile, baza, emva kokuba bethandazile, bababeka izandla.+

  • 1 Timoti 4:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Musa ukungasikhathaleli isiphiwo+ esikuwe owasinikwa ngoko kwakuxelwe kwangaphambili+ naxa iqumrhu lamadoda amakhulu lakubeka izandla.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share