IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 6:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Yaye uElisha wathandaza+ esithi: “Owu Yehova, khawuncede uvule amehlo akhe,+ ukuze abone.” Ngoko nangoko uYehova wawavula amehlo omlindi, kangangokuba wabona; yaye khangela! ummandla weentaba wawuzele ngamahashe neenqwelo zokulwa+ zomlilo zijikeleze uElisha.+

  • INdumiso 68:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Iinqwelo zokulwa zikaThixo zingamashumi amawaka, amawaka angakumbi nangakumbi.+

      UYehova ungene endaweni engcwele evela eSinayi.+

  • Habhakuki 3:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngaba ziintaba na, Yehova, ngaba uvuthela iintaba na umsindo wakho,+ okanye ngaba umsindo wakho uvuthela ulwandle?+ Kuba waphuma ukhwele amahashe akho;+ iinqwelo zakho lusindiso.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share