1 Kumkani 1:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Yaye uTsadoki umbingeleli noNatan umprofeti bamele bamthambise+ apho njengokumkani kwaSirayeli; kwaye nimele nivuthele isigodlo+ nize nithi, ‘Makaphile uKumkani uSolomon!’+ INdumiso 72:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Makaphile,+ aze anikwe nethile kwigolide yakwaShebha.+Kuze kuthandazwe rhoqo ngenxa yakhe;Makabongwe imini yonke.+ INtshumayeli 10:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Hayi uyolo lwakho lizwe, xa ukumkani wakho engunyana wezidwangube neenkosana zakho zisitya ngexesha elifanelekileyo ukuze zizuze amandla, kungekhona ngenjongo yokusela.+
34 Yaye uTsadoki umbingeleli noNatan umprofeti bamele bamthambise+ apho njengokumkani kwaSirayeli; kwaye nimele nivuthele isigodlo+ nize nithi, ‘Makaphile uKumkani uSolomon!’+
15 Makaphile,+ aze anikwe nethile kwigolide yakwaShebha.+Kuze kuthandazwe rhoqo ngenxa yakhe;Makabongwe imini yonke.+
17 Hayi uyolo lwakho lizwe, xa ukumkani wakho engunyana wezidwangube neenkosana zakho zisitya ngexesha elifanelekileyo ukuze zizuze amandla, kungekhona ngenjongo yokusela.+