1 Samuweli 10:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Wandula ke uSamuweli wathi kubo bonke abantu: “Nimbonile na lowo uYehova amnyulileyo,+ ukuba akukho namnye unjengaye phakathi kwabantu bonke?” Baza bonke abantu baqala ukukhwaza bathi: “Phila ngonaphakade kumkani!”+ 2 Kumkani 11:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Wandula ke wamkhupha unyana+ kakumkani waza wambeka isithsaba+ neSingqino;+ yaye bamenza ukumkani+ baza bamthambisa.+ Baqhwaba izandla+ besithi: “Makaphile ukumkani!”+ 2 Kronike 23:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Bandula ke bamkhupha unyana kakumkani+ baza bambeka isithsaba+ neSingqino+ bamenza ukumkani, yaye uYehoyada noonyana bakhe bamthambisa+ bathi: “Makaphile ukumkani!”+
24 Wandula ke uSamuweli wathi kubo bonke abantu: “Nimbonile na lowo uYehova amnyulileyo,+ ukuba akukho namnye unjengaye phakathi kwabantu bonke?” Baza bonke abantu baqala ukukhwaza bathi: “Phila ngonaphakade kumkani!”+
12 Wandula ke wamkhupha unyana+ kakumkani waza wambeka isithsaba+ neSingqino;+ yaye bamenza ukumkani+ baza bamthambisa.+ Baqhwaba izandla+ besithi: “Makaphile ukumkani!”+
11 Bandula ke bamkhupha unyana kakumkani+ baza bambeka isithsaba+ neSingqino+ bamenza ukumkani, yaye uYehoyada noonyana bakhe bamthambisa+ bathi: “Makaphile ukumkani!”+