1 Samuweli 10:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wandula ke uSamuweli wathabatha iselwa+ leoli wayigalela entlokweni yakhe, wamanga+ waza wathi: “UYehova akakuthambisanga na ukuba ube yinkokeli+ phezu kwelifa lakhe?+ 1 Samuweli 16:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngako oko uSamuweli wathabatha uphondo lweoli+ waza wamthambisa phakathi kwabantakwabo. Yaye umoya kaYehova waqalisa ukusebenza kuDavide ukususela loo mini.+ Kamva uSamuweli wasukuma waza wahamba waya eRama.+ 2 Kumkani 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Uze uthabathe iselwa leoli umgalele entloko+ yaye uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Ndiyakuthambisa+ ukuba ube ngukumkani+ kwaSirayeli.”’ Uze uvule ucango usabe ungalindi.”
10 Wandula ke uSamuweli wathabatha iselwa+ leoli wayigalela entlokweni yakhe, wamanga+ waza wathi: “UYehova akakuthambisanga na ukuba ube yinkokeli+ phezu kwelifa lakhe?+
13 Ngako oko uSamuweli wathabatha uphondo lweoli+ waza wamthambisa phakathi kwabantakwabo. Yaye umoya kaYehova waqalisa ukusebenza kuDavide ukususela loo mini.+ Kamva uSamuweli wasukuma waza wahamba waya eRama.+
3 Uze uthabathe iselwa leoli umgalele entloko+ yaye uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Ndiyakuthambisa+ ukuba ube ngukumkani+ kwaSirayeli.”’ Uze uvule ucango usabe ungalindi.”