Genesis 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nabani na ophalaza igazi lomntu, lophalazwa ngumntu nelakhe igazi,+ kuba umntu wenziwa ngomfanekiso kaThixo. Eksodus 21:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Othe wabetha umntu wafa naye makabulawe afe.+ Levitikus 24:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “‘Ukuba umntu uthe wabetha waza wabulala nawuphi na umphefumlo ongumntu, makabulawe afe.+ Numeri 35:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “‘Nabani na obethe wabulala+ umphefumlo ufanele abulawe njengombulali ngomlomo wamangqina,+ ke lona ingqina elinye alinakungqina ngomphefumlo ufe.
6 Nabani na ophalaza igazi lomntu, lophalazwa ngumntu nelakhe igazi,+ kuba umntu wenziwa ngomfanekiso kaThixo.
30 “‘Nabani na obethe wabulala+ umphefumlo ufanele abulawe njengombulali ngomlomo wamangqina,+ ke lona ingqina elinye alinakungqina ngomphefumlo ufe.