IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 15:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Wadanduluka kuYehova.+ Ngoko uYehova wambonisa umthi, wawuphosa emanzini aza aba mnandi amanzi.+

      Khona apho wabamisela ummiselo nomgwebo waza wabavavanya.+

  • 2 Kumkani 4:41
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 Ngoko wathi: “Yizani nomgubo.” Emva kokuwuphosa embizeni, wahlabela mgama wathi: “Galelelani abantu badle.” Yaye akuzange kubekho nto yenzakalisayo embizeni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share