Eksodus 15:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Wadanduluka kuYehova.+ Ngoko uYehova wambonisa umthi, wawuphosa emanzini aza aba mnandi amanzi.+ Khona apho wabamisela ummiselo nomgwebo waza wabavavanya.+ 2 Kumkani 2:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Wandula ke waphuma waya emthonjeni wamanzi waza waphosa ityuwa kuwo,+ wathi: “Utsho uYehova ukuthi, ‘La manzi ndiwenza aphile.+ Akayi kuphinda abangele ukufa okanye ukuphuma kwezisu.’”
25 Wadanduluka kuYehova.+ Ngoko uYehova wambonisa umthi, wawuphosa emanzini aza aba mnandi amanzi.+ Khona apho wabamisela ummiselo nomgwebo waza wabavavanya.+
21 Wandula ke waphuma waya emthonjeni wamanzi waza waphosa ityuwa kuwo,+ wathi: “Utsho uYehova ukuthi, ‘La manzi ndiwenza aphile.+ Akayi kuphinda abangele ukufa okanye ukuphuma kwezisu.’”