IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 28:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 UPeka+ unyana kaRemaliya+ wabulala kwaYuda ikhulu elinamashumi amabini lamawaka ngamini nye, onke amadoda angamakroti, ngenxa yokushiya kwabo uYehova+ uTHIXO wookhokho babo.

  • Isaya 7:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ke kaloku kwathi ngemihla ka-Ahazi+ unyana kaYotham unyana kaUziya, ukumkani wakwaYuda, uRetsin+ ukumkani waseSiriya noPeka+ unyana kaRemaliya, ukumkani wakwaSirayeli, weza eYerusalem ukuba alwe nayo, kodwa akakwazanga ukulwa nayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share