2 Kumkani 15:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Ngaloo mihla uYehova wathumela+ uRetsin+ ukumkani waseSiriya noPeka+ unyana kaRemaliya nxamnye noYuda. Isaya 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ke kaloku kwathi ngemihla ka-Ahazi+ unyana kaYotham unyana kaUziya, ukumkani wakwaYuda, uRetsin+ ukumkani waseSiriya noPeka+ unyana kaRemaliya, ukumkani wakwaSirayeli, weza eYerusalem ukuba alwe nayo, kodwa akakwazanga ukulwa nayo.+
37 Ngaloo mihla uYehova wathumela+ uRetsin+ ukumkani waseSiriya noPeka+ unyana kaRemaliya nxamnye noYuda.
7 Ke kaloku kwathi ngemihla ka-Ahazi+ unyana kaYotham unyana kaUziya, ukumkani wakwaYuda, uRetsin+ ukumkani waseSiriya noPeka+ unyana kaRemaliya, ukumkani wakwaSirayeli, weza eYerusalem ukuba alwe nayo, kodwa akakwazanga ukulwa nayo.+