2 Kumkani 15:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Ngaloo mihla uYehova wathumela+ uRetsin+ ukumkani waseSiriya noPeka+ unyana kaRemaliya nxamnye noYuda. 2 Kronike 28:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UPeka+ unyana kaRemaliya+ wabulala kwaYuda ikhulu elinamashumi amabini lamawaka ngamini nye, onke amadoda angamakroti, ngenxa yokushiya kwabo uYehova+ uTHIXO wookhokho babo.
37 Ngaloo mihla uYehova wathumela+ uRetsin+ ukumkani waseSiriya noPeka+ unyana kaRemaliya nxamnye noYuda.
6 UPeka+ unyana kaRemaliya+ wabulala kwaYuda ikhulu elinamashumi amabini lamawaka ngamini nye, onke amadoda angamakroti, ngenxa yokushiya kwabo uYehova+ uTHIXO wookhokho babo.