2 Kumkani 14:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko bonke abantu bakwaYuda bamthabatha uAzariya,+ ngelo xesha wayeneminyaka elishumi elinesithandathu ubudala,+ baza bamenza ukumkani esikhundleni sikayise uAmatsiya.+ 2 Kumkani 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngonyaka wamashumi amabini anesixhenxe kaYerobhoham ukumkani wakwaSirayeli, uAzariya+ unyana ka-Amatsiya+ ukumkani wakwaYuda waba ngukumkani. 1 Kronike 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 uAmatsiya+ unyana wakhe, uAzariya+ unyana wakhe, uYotham+ unyana wakhe,
21 Ngoko bonke abantu bakwaYuda bamthabatha uAzariya,+ ngelo xesha wayeneminyaka elishumi elinesithandathu ubudala,+ baza bamenza ukumkani esikhundleni sikayise uAmatsiya.+
15 Ngonyaka wamashumi amabini anesixhenxe kaYerobhoham ukumkani wakwaSirayeli, uAzariya+ unyana ka-Amatsiya+ ukumkani wakwaYuda waba ngukumkani.