2 Kumkani 14:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko bonke abantu bakwaYuda bamthabatha uAzariya,+ ngelo xesha wayeneminyaka elishumi elinesithandathu ubudala,+ baza bamenza ukumkani esikhundleni sikayise uAmatsiya.+ 2 Kronike 26:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wayeneminyaka elishumi elinesithandathu ubudala u-Uziya+ ukuqalisa kwakhe ukulawula, yaye walawula iminyaka engamashumi amahlanu anesibini eYerusalem. Igama likanina lalinguYekoliya+ waseYerusalem. Mateyu 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 uAsa wazala uYehoshafati;+uYehoshafati wazala uYehoram;+uYehoram wazala u-Uziya;
21 Ngoko bonke abantu bakwaYuda bamthabatha uAzariya,+ ngelo xesha wayeneminyaka elishumi elinesithandathu ubudala,+ baza bamenza ukumkani esikhundleni sikayise uAmatsiya.+
3 Wayeneminyaka elishumi elinesithandathu ubudala u-Uziya+ ukuqalisa kwakhe ukulawula, yaye walawula iminyaka engamashumi amahlanu anesibini eYerusalem. Igama likanina lalinguYekoliya+ waseYerusalem.