Duteronomi 12:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Uze uzilumkele ukuba ungabambiseki uzilandele,+ emva kokubhujiswa kwazo phambi kwakho, yaye ungabuzisi ngoothixo bazo, uthi, ‘Zazibakhonza njani na ezi ntlanga oothixo bazo? Ndiya kwenjenjalo nam.’ 2 Kronike 28:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Yaye waqalisa ukubingelela koothixo+ baseDamasko+ abamxabelayo, wahlabela mgama esithi: “Ngenxa yokuba oothixo bookumkanibaseSiriya bayabanceda,+ ndiya kubingelela kubo, ukuze bandincede.”+ Yaye bona baba sisikhubekiso kuye nakuSirayeli ephela.+ Yeremiya 10:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Utsho uYehova ukuthi: “Musani ukufunda indlela yeentlanga konke konke,+ ningankwantyiswa nayimiqondiso yasemazulwini, ngenxa yokuba iintlanga ziyankwantyiswa yiyo.+
30 Uze uzilumkele ukuba ungabambiseki uzilandele,+ emva kokubhujiswa kwazo phambi kwakho, yaye ungabuzisi ngoothixo bazo, uthi, ‘Zazibakhonza njani na ezi ntlanga oothixo bazo? Ndiya kwenjenjalo nam.’
23 Yaye waqalisa ukubingelela koothixo+ baseDamasko+ abamxabelayo, wahlabela mgama esithi: “Ngenxa yokuba oothixo bookumkanibaseSiriya bayabanceda,+ ndiya kubingelela kubo, ukuze bandincede.”+ Yaye bona baba sisikhubekiso kuye nakuSirayeli ephela.+
2 Utsho uYehova ukuthi: “Musani ukufunda indlela yeentlanga konke konke,+ ningankwantyiswa nayimiqondiso yasemazulwini, ngenxa yokuba iintlanga ziyankwantyiswa yiyo.+