2 Kumkani 24:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngemihla yakhe kwenyuka uNebhukadenetsare+ ukumkani waseBhabhiloni, yaye uYehoyakim waba ngumkhonzi wakhe+ iminyaka emithathu. Noko ke, wajika waza wamvukela. 2 Kumkani 24:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuba ngenxa yomsindo+ kaYehova kwenzeka oko eYerusalem nakwaYuda, de wabasusa phambi kwakhe.+ Yaye uZedekiya wamvukela ukumkani waseBhabhiloni.+ Hezekile 17:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kodwa ekugqibeleni wamvukela+ ngokuthumela abathunywa bakhe eYiputa, ukuze yona imnike amahashe+ nenkitha yesizwana. Uya kuphumelela na? Uya kusinda na, lo wenza ezi zinto, nowaphule umnqophiso? Ngaba okunene uya kusinda na?’+
24 Ngemihla yakhe kwenyuka uNebhukadenetsare+ ukumkani waseBhabhiloni, yaye uYehoyakim waba ngumkhonzi wakhe+ iminyaka emithathu. Noko ke, wajika waza wamvukela.
20 Kuba ngenxa yomsindo+ kaYehova kwenzeka oko eYerusalem nakwaYuda, de wabasusa phambi kwakhe.+ Yaye uZedekiya wamvukela ukumkani waseBhabhiloni.+
15 Kodwa ekugqibeleni wamvukela+ ngokuthumela abathunywa bakhe eYiputa, ukuze yona imnike amahashe+ nenkitha yesizwana. Uya kuphumelela na? Uya kusinda na, lo wenza ezi zinto, nowaphule umnqophiso? Ngaba okunene uya kusinda na?’+