-
Yeremiya 38:17INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
17 Ke kaloku uYeremiya wathi kuZedekiya: “Utsho uYehova, uTHIXO wemikhosi,+ uTHIXO kaSirayeli,+ ukuthi, ‘Ukuba uthe waphuma waya kwiinkosana zokumkani waseBhabhiloni,+ ngokuqinisekileyo umphefumlo wakho uya kuqhubeka uphila nesi sixeko asiyi kutshiswa ngomlilo, yaye wena nendlu yakho ngokuqinisekileyo niya kuqhubeka niphila.+
-