IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 17:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 yaye uYehova waqhubeka emlumkisa+ uSirayeli+ noYuda+ ngabo bonke abaprofeti bakhe+ nangazo zonke iimboni zakhe,+ esithi: “Buyani ezindleleni zenu ezimbi+ nize nigcine imiyalelo yam,+ imimiselo yam,+ ngokuvisisana nawo wonke umthetho+ endayalela ngawo ookhokho benu+ nendanithumelela wona ngabakhonzi bam abaprofeti”;+

  • Isaya 1:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Zihlambeni;+ zihlambululeni;+ shenxisani ububi benu phambi kwamehlo am;+ yekani ukwenza okubi.+

  • Yeremiya 7:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi: “Lungisani iindlela zenu nezenzo zenu, yaye ndiza kunigcina nihlala kule ndawo.+

  • Yeremiya 26:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ke kaloku lungisani iindlela zenu nezenzo zenu,+ nize nilithobele ilizwi likaYehova uThixo wenu, kwaye uYehova uya kuzisola ngentlekele ayithethileyo nxamnye nani.+

  • Hezekile 18:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 “‘Ndiyayoliswa na mna konke konke ngokufa kongendawo,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘ingekuko ukuba abuye ezindleleni zakhe aze okunene ahlale ephila?’+

  • IZenzo 26:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 kodwa kokubini kwabo baseDamasko+ kuqala nakwabo baseYerusalem,+ nakulo lonke ilizwe lakwaYuda, nakuzo iintlanga+ ndasa isigidimi sokuba bafanele baguquke baze baphethukele kuThixo ngokwenza imisebenzi efanele inguquko.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share