IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 10:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Emva koko ke uya kufika endulini kaTHIXO oyinyaniso,+ apho kukho inkampu yomkhosi+ wamaFilisti. Kothi ke ekufikeni kwakho esixekweni, uhlangane neqela labaprofeti+ besihla bevela kwindawo ephakamileyo,+ yaye phambi kwabo ngumrhubhe+ nentambula+ nembande+ nohadi,+ ngoxa bethetha njengabaprofeti.

  • 1 Kronike 25:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Bonke aba babephantsi kolawulo lukayise ekuvumeni endlwini kaYehova, ngamacangci,+ imirhubhe+ nangeehadi+ zenkonzo yendlu kaTHIXO oyinyaniso.

      Ngaphantsi kolawulo lukakumkani yayinguAsafu noYedutun noHeman.+

  • INdumiso 92:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Ngesixhobo esineentambo ezilishumi nangesigingci,+

      Ngomculo ohlokomayo wohadi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share