2 Samuweli 20:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ke uYowabhi wayephezu komkhosi+ wonke wakwaSirayeli; uBhenaya+ unyana kaYehoyada+ wayephezu kwamaKereti+ naphezu kwamaPeleti.+ 1 Kronike 27:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Intloko yeqela lesithathu labakhonzi kweyesithathu inyanga yayinguBhenaya+ unyana kaYehoyada+ umbingeleli oyintloko, yaye kwisahlulo sakhe yayingamashumi amabini anesine amawaka.
23 Ke uYowabhi wayephezu komkhosi+ wonke wakwaSirayeli; uBhenaya+ unyana kaYehoyada+ wayephezu kwamaKereti+ naphezu kwamaPeleti.+
5 Intloko yeqela lesithathu labakhonzi kweyesithathu inyanga yayinguBhenaya+ unyana kaYehoyada+ umbingeleli oyintloko, yaye kwisahlulo sakhe yayingamashumi amabini anesine amawaka.