IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 20:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “Uze ungangqini ubungqina bobuxoki ngedlelane lakho.+

  • INdumiso 52:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Ulwimi lwakho luceba intlekele, lulolwe njengencakuba,+

      Lusebenza inkohliso.+

  • INdumiso 52:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Okubi ukuthande ngaphezu kokulungileyo,+

      Ubuxoki ngaphezu kokuthetha ubulungisa.+ Seʹlah.

  • IMizekeliso 19:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ingqina elixokayo aliyi kukhululeka esohlwayweni,+ nofutha ubuxoki akayi kusinda.+

  • IMizekeliso 25:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Unjengegqudu lokulwa nekrele notolo oluloliweyo umntu ongqina ubugqina bobuxoki ngedlelane lakhe.+

  • IMizekeliso 29:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Apho umlawuli anikela ingqalelo kwintetho yobuxoki, bonke abo bamnyamekelayo baya kuba ngabangendawo.+

  • Hezekile 22:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kuwe bekukho nabanyelisi, ngenjongo yokuphalaza igazi;+ badlela ezintabeni kuwe.+ Baye baqhuba ihambo evakalala phakathi kwakho.+

  • Mateyu 26:59
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 59 Ngelo xesha ababingeleli abaziintloko neSanhedrin iphela babefuna ubungqina bobuxoki nxamnye noYesu ukuze bambulale,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share