IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 UYehova wokubetha ngesifo sephepha+ nangomkhuhlane otshisayo nangokukrala nangobushushu bomkhuhlane nangekrele+ nangembalela+ nangesihumba,+ zikusukele ezo nto ude utshabalale.

  • Duteronomi 28:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 “UYehova wokubetha ngethumba laseYiputa+ nangezikhala nangokhwekhwe nangokujaduka kolusu, ongayi kuba nako ukuphiliswa kuzo.

  • 2 Samuweli 24:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngako oko wangena uGadi kuDavide waza wamxelela wathi kuye:+ “Ngaba kufanele kuze kuwe iminyaka esixhenxe yendlala elizweni lakho,+ okanye iinyanga ezintathu usaba phambi kweentshaba zakho,+ zona zikusukela, okanye kubekho indyikitya yokufa iintsuku ezintathu elizweni lakho na?+ Ke kaloku yazi uze ubone ukuba ndimphendula ndithini na Lowo undithumileyo.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share