4 ‘Baya kufa zizifo.+ Abayi kwenzelwa sijwili,+ bengayi kungcwatywa.+ Baya kuba njengomgquba phezu komhlaba;+ baya kufikelela ekupheleni ngekrele nangendlala,+ kwaye izidumbu zabo okunene ziya kuba kukutya kwezidalwa eziphaphazelayo zamazulu nokwezilo zomhlaba.’+