1 Kumkani 21:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwathi kamsinya nje akuba uAhabhi ewavile la mazwi, wazikrazula izambatho zakhe wabeka amarhonya+ enyameni yakhe; wazila ukutya waza waqhubeka elele phantsi emarhonyeni ehamba ematshekile.+ 2 Kumkani 19:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kwathi kamsinya akukuva oko uKumkani uHezekiya,+ ngoko nangoko wazikrazula izambatho+ zakhe waza wazigqubuthela ngerhonya+ waya endlwini kaYehova.+ INdumiso 35:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke mna, xa begula, isinxibo sam sasingamarhonya,+Umphefumlo wam ndawuxhwalekisa ngokuzila ukutya,+Yaye umthandazo wam wawubuyela esifubeni sam.+
27 Kwathi kamsinya nje akuba uAhabhi ewavile la mazwi, wazikrazula izambatho zakhe wabeka amarhonya+ enyameni yakhe; wazila ukutya waza waqhubeka elele phantsi emarhonyeni ehamba ematshekile.+
19 Kwathi kamsinya akukuva oko uKumkani uHezekiya,+ ngoko nangoko wazikrazula izambatho+ zakhe waza wazigqubuthela ngerhonya+ waya endlwini kaYehova.+
13 Ke mna, xa begula, isinxibo sam sasingamarhonya,+Umphefumlo wam ndawuxhwalekisa ngokuzila ukutya,+Yaye umthandazo wam wawubuyela esifubeni sam.+