1 Kumkani 14:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Wabuthabatha ubuncwane bendlu kaYehova nobuncwane bendlu kakumkani;+ wathabatha yonke into.+ Wathabatha nawo onke amakhaka egolide awayenziwe nguSolomon.+ 1 Kronike 9:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kuba kwisigxina sentembeko kwakukho amadoda amane anamandla abagcini-masango. BabengabaLevi, ababephethe kumagumbi okudlela+ nobuncwane+ bendlu yoTHIXO oyinyaniso.
26 Wabuthabatha ubuncwane bendlu kaYehova nobuncwane bendlu kakumkani;+ wathabatha yonke into.+ Wathabatha nawo onke amakhaka egolide awayenziwe nguSolomon.+
26 Kuba kwisigxina sentembeko kwakukho amadoda amane anamandla abagcini-masango. BabengabaLevi, ababephethe kumagumbi okudlela+ nobuncwane+ bendlu yoTHIXO oyinyaniso.