IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 15:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngako oko waphuma waya phambi kuka-Asa waza wathi kuye: “Ndiphulaphule, Asa nawe wonke Yuda noBhenjamin! UYehova unani logama nje nani ninaye;+ nokuba nithe namfuna,+ uya kufumaneka kuni, kodwa ukuba nithe namshiya uya kunishiya.+

  • Ezra 8:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Kuba ndaziva ndineentloni ukucela umkhosi wamajoni+ nabakhweli-mahashe+ kukumkani ukuba baze kusinceda nxamnye notshaba endleleni, ngenxa yokuba sasithe kukumkani: “Isandla+ soThixo wethu siphezu kwabo bonke abo bamfunayo ngenxa yokulungileyo,+ kodwa amandla akhe nomsindo wakhe+ zinxamnye nabo bonke abo bamshiyayo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share