2 Kronike 16:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba, ngokubhekisele kuYehova, amehlo akhe+ asingasinga emhlabeni wonke+ ukuba ababonise amandla abo bantliziyo+ ziphelele kuye. Wenze ngobudenge+ ngenxa yoku, ngoko ukususela ngoku kuse phambili kuya kubakho iimfazwe nxamnye nawe.”+ Ezra 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 uEzra lowo wenyuka waya eBhabhiloni; yaye wayengumkhupheli olichule+ womthetho kaMoses,+ owawuvela kuYehova uTHIXO kaSirayeli, kangangokuba ukumkani wamnika konke awayekucelile, ngesandla sikaYehova uThixo wakhe esasiphezu kwakhe.+ Ezra 7:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Yaye undolulele ububele bakhe bothando+ phambi kokumkani nabacebisi bakhe+ nangokuphathelele zonke iinkosana ezinamandla zikakumkani. Yaye mna ndazomeleza ngesandla+ sikaYehova uThixo wam esasiphezu kwam, ndaza ndaqokelela kwaSirayeli abaziintloko ukuba benyuke nam. Zekariya 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngako oko yaphendula yaza yathi kum: “Lilo eli ilizwi likaYehova kuZerubhabheli, lisithi, ‘“Akungamkhosi wamajoni,+ kungengamandla,+ kodwa kungomoya wam,”+ utsho uYehova wemikhosi.
9 Kuba, ngokubhekisele kuYehova, amehlo akhe+ asingasinga emhlabeni wonke+ ukuba ababonise amandla abo bantliziyo+ ziphelele kuye. Wenze ngobudenge+ ngenxa yoku, ngoko ukususela ngoku kuse phambili kuya kubakho iimfazwe nxamnye nawe.”+
6 uEzra lowo wenyuka waya eBhabhiloni; yaye wayengumkhupheli olichule+ womthetho kaMoses,+ owawuvela kuYehova uTHIXO kaSirayeli, kangangokuba ukumkani wamnika konke awayekucelile, ngesandla sikaYehova uThixo wakhe esasiphezu kwakhe.+
28 Yaye undolulele ububele bakhe bothando+ phambi kokumkani nabacebisi bakhe+ nangokuphathelele zonke iinkosana ezinamandla zikakumkani. Yaye mna ndazomeleza ngesandla+ sikaYehova uThixo wam esasiphezu kwam, ndaza ndaqokelela kwaSirayeli abaziintloko ukuba benyuke nam.
6 Ngako oko yaphendula yaza yathi kum: “Lilo eli ilizwi likaYehova kuZerubhabheli, lisithi, ‘“Akungamkhosi wamajoni,+ kungengamandla,+ kodwa kungomoya wam,”+ utsho uYehova wemikhosi.