1 Kumkani 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ke kaloku uNatan+ wathi kuBhatshebha,+ unina kaSolomon:+ “Akuvanga na ukuba uAdoniya unyana kaHagiti+ ngukumkani, yaye inkosi yethu uDavide akanalwazi konke konke ngako oko? 1 Kumkani 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ke kaloku, njengoko uYehova ephila+ oye wandimisela ngokuqinileyo+ wandigcina ndihleli etroneni kaDavide ubawo+ nowandenzela indlu+ kanye njengokuthetha kwakhe,+ namhlanje uAdoniya uza kubulawa.”+
11 Ke kaloku uNatan+ wathi kuBhatshebha,+ unina kaSolomon:+ “Akuvanga na ukuba uAdoniya unyana kaHagiti+ ngukumkani, yaye inkosi yethu uDavide akanalwazi konke konke ngako oko?
24 Ke kaloku, njengoko uYehova ephila+ oye wandimisela ngokuqinileyo+ wandigcina ndihleli etroneni kaDavide ubawo+ nowandenzela indlu+ kanye njengokuthetha kwakhe,+ namhlanje uAdoniya uza kubulawa.”+