1 Samuweli 31:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 AmaFilisti athana mbende noSawule noonyana bakhe; yaye ekugqibeleni amaFilisti amxabela uYonatan+ noAbhinadabhi+ noMaleki-shuwa,+ oonyana bakaSawule. 1 Kronike 9:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ke yena uNere,+ wazala uKishe;+ uKishe wazala uSawule;+ uSawule wazala uYonatan+ noMaleki-shuwa+ noAbhinadabhi+ noEshbhali.+
2 AmaFilisti athana mbende noSawule noonyana bakhe; yaye ekugqibeleni amaFilisti amxabela uYonatan+ noAbhinadabhi+ noMaleki-shuwa,+ oonyana bakaSawule.
39 Ke yena uNere,+ wazala uKishe;+ uKishe wazala uSawule;+ uSawule wazala uYonatan+ noMaleki-shuwa+ noAbhinadabhi+ noEshbhali.+