2 Samuweli 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ke yena uAbhinere+ unyana kaNere intloko yomkhosi owawungokaSawule, wathabatha uIshe-bhosheti,+ unyana kaSawule, wamwezela eMahanayim,+ 2 Samuweli 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 UDavide wabayalela abafana, bababulala+ babanqumla izandla neenyawo baza babaxhoma+ ngasechibini eHebron; yaye intloko kaIshe-bhosheti bayithabatha baza ke bayingcwabela kwindawo awayengcwatyelwe kuyo uAbhinere eHebron.+
8 Ke yena uAbhinere+ unyana kaNere intloko yomkhosi owawungokaSawule, wathabatha uIshe-bhosheti,+ unyana kaSawule, wamwezela eMahanayim,+
12 UDavide wabayalela abafana, bababulala+ babanqumla izandla neenyawo baza babaxhoma+ ngasechibini eHebron; yaye intloko kaIshe-bhosheti bayithabatha baza ke bayingcwabela kwindawo awayengcwatyelwe kuyo uAbhinere eHebron.+