-
Levitikus 10:6INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
6 Wathi uMoses kuAron nakwabanye oonyana bakhe uEleyazare noItamare: “Musani ukuziyeka zingalungiswanga iintloko zenu,+ ningazikrazuli izambatho zenu, ukuze ningafi nokuze ukucaphuka kwakhe kungayifikeli indibano yonke;+ kodwa bona abazalwana benu bendlu kaSirayeli iphela bangabalilela abo batshileyo, betshiswa nguYehova.
-