1 Samuweli 26:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Waza uDavide wahlabela mgama wathi: “Ephila nje uYehova,+ uYehova ngokwakhe uya kumbetha ngesibetho;+ okanye iya kufika imini yakhe+ yaye kuya kufuneka afe, okanye uya kuhla aye edabini,+ ngokuqinisekileyo ke uya kutshayelwa.+ 1 Samuweli 31:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Umlo waba nzima kuSawule, yaye abatoli, amadoda adubula ngesaphetha, ekugqibeleni bamfumana, waza wangxwelerhwa ngokuqatha ngabatoli.+
10 Waza uDavide wahlabela mgama wathi: “Ephila nje uYehova,+ uYehova ngokwakhe uya kumbetha ngesibetho;+ okanye iya kufika imini yakhe+ yaye kuya kufuneka afe, okanye uya kuhla aye edabini,+ ngokuqinisekileyo ke uya kutshayelwa.+
3 Umlo waba nzima kuSawule, yaye abatoli, amadoda adubula ngesaphetha, ekugqibeleni bamfumana, waza wangxwelerhwa ngokuqatha ngabatoli.+