IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 15:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ke kaloku wanxanwa kakhulu, waza wabiza kuYehova esithi: “Nguwe onikele olu sindiso lukhulu esandleni somkhonzi wakho,+ kwaye ngoku ndiya kufa lunxano na ndize ndiwele esandleni sabangalukanga?”+

  • 2 Samuweli 1:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Musani ukukuxela eGati;+

      Ningakwazisi ezitratweni zeAshkelon,+

      Ngokoyikela ukuba iintombi zamaFilisti zisenokuba nemihlali,

      Ngokoyikela ukuba iintombi zabantu abangalukanga zisenokugcoba.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share