2 Samuweli 1:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 USawule noYonatan,+ abathandekayo nabahle ebudeni bobomi babo,Nasekufeni kwabo abahlulwanga.+Babekhawuleza ngakumbi kuneenkozi,+Babenamandla ngakumbi kuneengonyama.+ 2 Samuweli 17:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye kwanendoda elikroti entliziyo yayo injengentliziyo yengonyama+ ngokuqinisekileyo iya kuthamba ngenxa yobuthathaka;+ kuba wonke uSirayeli uyaqonda ukuba uyihlo yindoda enamandla,+ kunjalo nangamadoda angamakroti akunye naye.+
23 USawule noYonatan,+ abathandekayo nabahle ebudeni bobomi babo,Nasekufeni kwabo abahlulwanga.+Babekhawuleza ngakumbi kuneenkozi,+Babenamandla ngakumbi kuneengonyama.+
10 Yaye kwanendoda elikroti entliziyo yayo injengentliziyo yengonyama+ ngokuqinisekileyo iya kuthamba ngenxa yobuthathaka;+ kuba wonke uSirayeli uyaqonda ukuba uyihlo yindoda enamandla,+ kunjalo nangamadoda angamakroti akunye naye.+