1 Samuweli 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 azimisele iintloko phezu kwamawaka+ neentloko phezu kwamashumi amahlanu,+ nabanye bokumlimela+ nokuvuna isivuno sakhe+ nokwenza izixhobo zakhe zemfazwe+ nezixhobo zeenqwelo zakhe.+ 1 Samuweli 22:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wandula ke uSawule wathi kubakhonzi bakhe ababemi ngakuye: “Khanincede, niphulaphule, nina maBhenjamin. Ngaba unyana kaYese+ uya kuninika nonke amasimi nezidiliya na?+ Ngaba nonke uya kunimisela nibe ziintloko zamawaka+ neentloko zamakhulu?
12 azimisele iintloko phezu kwamawaka+ neentloko phezu kwamashumi amahlanu,+ nabanye bokumlimela+ nokuvuna isivuno sakhe+ nokwenza izixhobo zakhe zemfazwe+ nezixhobo zeenqwelo zakhe.+
7 Wandula ke uSawule wathi kubakhonzi bakhe ababemi ngakuye: “Khanincede, niphulaphule, nina maBhenjamin. Ngaba unyana kaYese+ uya kuninika nonke amasimi nezidiliya na?+ Ngaba nonke uya kunimisela nibe ziintloko zamawaka+ neentloko zamakhulu?