IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 32:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Ngoko ke uMoses wabanika bona, oko kukuthi, oonyana bakaGadi+ noonyana bakaRubhen+ nesiqingatha sesizwe sakwaManase+ unyana kaYosefu, ubukumkani bukaSihon+ ukumkani wama-Amori nobukumkani bukaOgi+ ukumkani waseBhashan, ilizwe elo nezixeko zemimandla yalo, kwanezixeko zomhlaba olijikelezileyo.

  • Yoshuwa 13:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 AmaRubhen namaGadi kunye nesinye isiqingatha sesizwe, alithabatha ilifa lawo uMoses awawanika lona ngaphesheya kweYordan ukuya ngasempuma, kanye njengoko uMoses umkhonzi kaYehova wayewanikile,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share