IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 5:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Wambiza ngegama elinguNowa,+ esithi: “Lo uya kusithuthuzela emsebenzini wethu nasekuveni ubuhlungu kwezandla zethu ngenxa yomhlaba awuqalekisileyo uYehova.”+

  • Genesis 6:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kodwa uNowa yena wakholeka emehlweni kaYehova.

  • Isaya 54:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “Oku kunjengemihla kaNowa kum.+ Kanye njengoko ndifungile ukuba amanzi kaNowa akayi kuphinda adlule phezu komhlaba,+ ngokunjalo ndifungile ukuba andisoze ndikucaphukele okanye ndikukhalimele.+

  • Hezekile 14:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “‘Yaye ukuba la madoda mathathu ayephakathi kwalo, uNowa,+ uDaniyeli+ noYobhi,+ wona ebeya kuwuhlangula umphefumlo wawo ngenxa yobulungisa bawo,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.”+

  • Mateyu 24:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 Kuba kanye njengokuba yayinjalo imihla kaNowa,+ buya kuba njalo ubukho boNyana womntu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share