1 Samuweli 22:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngoko uDavide wahamba apho+ waza wabalekela+ emqolombeni+ waseAdulam;+ yaye beva abantakwabo nendlu kayise iphela baza behla baya kuye apho. 1 Samuweli 22:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ekuhambeni kwexesha uGadi+ umprofeti wathi kuDavide: “Umele ungaqhubeki uhleli kule ndawo ingafikelelekiyo. Mka, uze ke ungene kwilizwe lakwaYuda.”+ Ngenxa yoko uDavide wemka waza wangena kwihlathi laseHereti. 1 Samuweli 24:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngako oko uDavide wamfungela uSawule, emva koko uSawule waya ekhayeni lakhe.+ Ke yena uDavide namadoda akhe, benyuka baya kwindawo ekunzima ukuyifikelela.+ 2 Samuweli 23:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwaye uDavide ngoko wayekwindawo ekwakunzima ukuyifikelela;+ yaye inkampu+ yamaFilisti ngoko yayiseBhetelehem.
22 Ngoko uDavide wahamba apho+ waza wabalekela+ emqolombeni+ waseAdulam;+ yaye beva abantakwabo nendlu kayise iphela baza behla baya kuye apho.
5 Ekuhambeni kwexesha uGadi+ umprofeti wathi kuDavide: “Umele ungaqhubeki uhleli kule ndawo ingafikelelekiyo. Mka, uze ke ungene kwilizwe lakwaYuda.”+ Ngenxa yoko uDavide wemka waza wangena kwihlathi laseHereti.
22 Ngako oko uDavide wamfungela uSawule, emva koko uSawule waya ekhayeni lakhe.+ Ke yena uDavide namadoda akhe, benyuka baya kwindawo ekunzima ukuyifikelela.+
14 Kwaye uDavide ngoko wayekwindawo ekwakunzima ukuyifikelela;+ yaye inkampu+ yamaFilisti ngoko yayiseBhetelehem.