ABagwebi 11:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ke mna, andonanga nxamnye nawe, kodwa uqhubana kakubi nam ngokulwa nam. UYehova uMgwebi+ makagwebe namhlanje phakathi koonyana bakaSirayeli noonyana baka-Amoni.’” 1 Samuweli 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uze umxelele ke ukuba ndiyayigweba indlu yakhe+ ukusa kwixesha elingenammiselo ngenxa yesiphoso asaziyo,+ ngenxa yokuba oonyana bakhe baqalekisa uThixo,+ yena akabakhalimela.+ INdumiso 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Sukuma, Yehova, emsindweni wakho;+Ziphakamise ekudubulekeni kokuvutha komsindo wabo babonisa ubutshaba kum,+Vuka ngenxa yam,+ ekubeni unikele umyalelo womgwebo.+
27 Ke mna, andonanga nxamnye nawe, kodwa uqhubana kakubi nam ngokulwa nam. UYehova uMgwebi+ makagwebe namhlanje phakathi koonyana bakaSirayeli noonyana baka-Amoni.’”
13 Uze umxelele ke ukuba ndiyayigweba indlu yakhe+ ukusa kwixesha elingenammiselo ngenxa yesiphoso asaziyo,+ ngenxa yokuba oonyana bakhe baqalekisa uThixo,+ yena akabakhalimela.+
6 Sukuma, Yehova, emsindweni wakho;+Ziphakamise ekudubulekeni kokuvutha komsindo wabo babonisa ubutshaba kum,+Vuka ngenxa yam,+ ekubeni unikele umyalelo womgwebo.+