IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 15:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 “‘Kodwa wona umphefumlo owenza okuthile ngabom,+ enoba yinzalelwane okanye ngumphambukeli, ngokuthi utshabhise uYehova,+ loo mphefumlo umele unqunyulwe ungabikho phakathi kwabantu bakowawo.+

  • 1 Samuweli 2:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ke kaloku oonyana bakaEli babengamadoda angamatshivela;+ babengamqondi uYehova.+

  • 1 Samuweli 2:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Saza isono sabalindi saba sikhulu kakhulu phambi koYehova;+ kuba abantu bawuphatha ngokungenantlonelo umnikelo kaYehova.+

  • 1 Samuweli 2:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 “‘Kungenxa yoko le nto esitsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi: “Eneneni ndathi, Ke yona indlu yakho nendlu kakhokho wakho, ziya kuhamba phambi kwam ukusa kwixesha elingenammiselo.”+ Kodwa ngoku utsho uYehova ukuthi: “Oko makube lee, kum, ngenxa yokuba abo bandibekayo+ ndiya kubabeka,+ nabo bandidelileyo baya kuba yinto engento.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share